Isaiah 2:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kuko umhla kayehova wemikosi, ngakuko konke okuner̔atshi nokuzidlayo, nangakuko konke okupakamileyo, okuya kutotyelwa pantsi:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba uYehova wemikhosi unemini eyozongamela izinto zonke ezinekratshi, ezinoqhankqalazo; nezinto zonke ezizinyusileyo zithotywe nezinto zonke ezisinyusileyo zithotywe ke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba imini kaYehova wemikhosi iya kuba phezu kwabo bonke abanekratshi, abaziphakamisayo, nabo bonke abaziphakamisayo; kwaye uya kuthotywa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uNdikhoyo onamandla onke uwumisile umhla wembubho; baya kuthi shuu abanekratshi nabaziphakamisayo, nditsho abaqwanyileyo nabaqhoshayo.