Isaiah 2:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwakuya kutotywa ukuqanqalaza kwabantu, kutotyelwe pantsi nokuzidla kwamadoda; nguyehova yedwa oya kubekwa pezulu ngomhla lowo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kosibekeka ukuzidla kwaba baphantsi, kuthotywe ukuqhankqalaza kwamadoda aphakamileyo. NguYehova yedwa owoba yingxonde ngaloo mini;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuphakama kwendoda kuya kuthotywa, nokuphakama kwabantu kuthotywe; yaye nguYehova yedwa oya kuba mkhulu ngaloo mini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, ikratshi lomntu liya kuphuthiswa, nokukhukhumala kwakhe kuthotywe, ngaloo mini ibe nguNdikhoyo yedwa obalaseleyo.