Isaiah 2:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Babeya kungena emiqolombeni yamawa, naseminxunyeni yomhlaba, ngenxa yesoyikeko sikayehova, nangenxa yobungcwalisa bobungangamsha bake, ekuvukeni kwake ukungcangcazelisa umhlaba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bongena emiqolombeni yamawa nasemingxunyeni yomhlaba ngenxa yokoyika uYehova, nangenxa yozuko lobungangamsha bakhe, ekuphakameni kwakhe ukuba angcangcazelise ilizwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye baya kungena emaphandleni nakwimingxuma yomhlaba ngenxa yokoyika uYehova nangenxa yozuko lobungangamsha bakhe, ekuphakameni kwakhe ukuze ashukumise umhlaba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke bona abantu baya kungena emiqolombeni, baziqhusheke nditsho nasemingxunyeni, bezimela ubuqaqawuli bobungangamsha bakhe ekufikeni kwakhe eze kuwurhwaqelisa umhlaba.