Isaiah 2:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngomhla lowo abantu baya kuposa amadalo abo esilivere, namadalo abo egolide, abazenzele wona ukuba bawabedeshe, ezintukwini nasezilulwaneni;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngaloo mini umntu uya kuziphosa ezintukwini nasemalulwaneni izithixo zakhe ezingeni zesilivere, nezithixo zakhe ezingeni zegolide, abamenzelayo ukuze aqubude kuzo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaloo mini umntu uya kuyiphosa ezinambuzaneni naselulwaneni imifanekiso yakhe yesilivere, nemifanekiso yakhe yegolide, abayenzele ukuyinqula;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaloo mini abantu baya kuyilahla imifanekiso yabo yesiliva neyegolide, nditsho leyo bayenzele ukuyinqula. Ewe, yoba lixhoba leempuku namalulwane.