Isaiah 2:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ncamani umntu, omoya usempumlweni yake; ngokuba eya kubalwa ngokuba yinto nina yena?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Khanimyeke umntu omphefumlo usemathatheni akhe; ngokuba kuthiwa, Uyintoni na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Myeke umntu omphefumlo usemathatheni akhe, ngokuba uya kufundelwa ntoni na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke musa ukukholosa ngomntu; kuxa engubani ekrobo-krobo nje!