Isaiah 2:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ilizwe labo lizele nangamadalo; bayatoba pantsi kuwo umsebenzi wezandla zabo, kuko oko ikwenzileyo eyabo iminwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ilizwe labo lizele zizithixo ezingeni; baqubuda kumsebenzi wezandla zabo, kwinto eyenziwe yiminwe yabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye ihlabathi labo lizele zizithixo; baqubuda kumsebenzi wezandla zabo, owenziwe yiminwe yabo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Awu! Asiyomifanekiso kwilizwe labo! Kaloku bakhahlela kwaizinto ezenziwe kwangabo; banqula umsebenzi wezandla zabo.