Isaiah 2:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umntu omnyama uyatotyiswa, nendoda enkulu iyatotyelwa pantsi; kanti akusayi kubaxolela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ophantsi uyagoba, nendoda ephakamileyo ithotyelwe phantsi, ungabaxoleli ke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye indoda encinci yaqubuda, kwaye indoda enkulu yazithoba; ke ngoko, musani ukubaxolela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, uluntu luphuthile, ngenene abantu bahlazekile. Ngoko ke ungaze ubaxolele!