Isaiah 20:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baya kwoyika badanele i‐Tiyopiya itemba labo, ne‐Jipete uqa̔yiso lwabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baya kuqhiphuka umbilini badane nguKushi, inqolonci yabo, nayiYiputa, iqhayiya labo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baya kunkwantya baze babe neentloni ngenxa yeKushi ababeyilindele nangenxa yozuko lwabo eYiputa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abo bathembele ngeKushe nabo baqhayisa ngeJiputa baya kuphoxeka badideke.