Isaiah 21:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati umlindi: Ukusa kuyeza, kwa nobusuku kanjalo; ukuba niya kubuza, buzani; guqukani, yizani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthi umlindi, Kuyeza ukusa, kwanobusuku. Ukuba niyabuza, buzani; buyani, yizani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthi umlindi, Kuyeza ukusa, kuhlwa; xa ufuna ukubuza, uyabuza; buya, yiza.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umlindi uphendula athi: “Sekumbovu kuse, kodwa ubusuku buyeza kwakhona. Xa usenomkro ungabuza; ewe, uze ubuye ubuze kwakhona.”