Isaiah 21:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wabona abakweli, n amahashe ngamabini, abakweli bamaqwaṙashe, n abakweli benkamela; wapulapula kunene ngokupulapula okukulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabona umkhoko wabakhweli, abamahashe bengababini, nabakhweli bamaesile, nabakhweli beenkamela; wabaza iindlebe, wazibaza kakhulu kunene.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabona inqwelo yokulwa, nabamahashe, nabakhweli bamaesile, nabakhweli beenkamela; yaye waphulaphula ngenyameko ngentlonelo enkulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yakubona iinqwelo zamahashe, mhlawumbi abaqabele iidonki noba ziinkamela, maze ibaqwalasele ngononophelo.”