Isaiah 22:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kanti nanku ukugcoba nokuvuya, ukubinga inkabi nokuxe̔la igusha, ukutya inyama nokusela iveyine, kusitwa: Masitye sisele, ngomso sibuba nje!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kanti kusuke kwaba yimihlali nemivuyo, kusoselwa iinkomo, kuxhelwa iigusha, kudliwa inyama, kuselwa iwayini; kudliwa, kuselwa, kuba kusithiwa, Ngomso soba sesifile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabonani, kukho uvuyo nemivuyo kwabaxhelwa iinkomo, kuxhelwe izimvu, kudle inyama, kusele iwayini; masidle, sisele; kuba ngomso siya kufa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Suka nina naguya nabhiyoza, naxhela zigusha zinkomo kwanjeya; natya nenyama, nalebela ngotywala, nisithi: “Masonwabe sitye sisele; ikakade siyafa ngomso!”