Isaiah 22:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Unanto nina apa? unobanina apa kanjalo, ukuba uzimbele apa incw̔aba, njeng ozimbela pezulu incw̔aba lake, ozisikela eweni indawo yokuhlala?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Unantoni na apha, unabani na apha, ukuba nje uzixholele ingcwaba apha, njengoxhola ingcwaba lakhe phezulu, ezikrolela ikhaya engxondorheni?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uyintoni na apha? Unabani na apha, ozenzele ingcwaba apha, njengokuba ezimbela ingcwaba phezulu, ezimbele isakhiwo eweni?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Uyintoni apha? Khona ulithatha phi ilungelo lokuzikrolela ingcwaba kule nduli inezawana?