Isaiah 22:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke! uyehova wokuwisa pantsi kanye, ṙotindini! wokusonga ngokuqinileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabona, uYehova uya kukudandalazisa ngokudandalazisa kwendoda, akuxhakamfule, akuqinise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uyabona, uYehova uya kukusa ekuthinjweni okukhulu, akugubungele kude kuse ephakadeni;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ingade ibe ngathi usisikhulu, kodwa yena uNdikhoyo uya kusuka akuthi hlasi, akulahle kude.