Isaiah 22:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwakuya kuti ngomhla lowo, ndiya kubiza isicaka sam, u‐Eliyakime unyana ka‐Hilikiya;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuya kuthi ngaloo mini, ndibize umkhonzi wam, uEliyakim unyana kaHilekiya;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuya kuthi ngaloo mini, ndibize umkhonzi wam, uEliyakim, unyana kaHilekiya;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
INkosi yaqhuba yathi: “Kuya kuthi ke kwakuba kunjalo, ndibize isicaka sam uEliyakim unyana kaHilekiya.