Isaiah 22:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bonke abapati bako besabile kunye; babanjiwe ngabapete isipeta; bonke abafunyanwa kuwe babanjiwe kunye, kwa abo babaleka kude.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonke abaphathi bakho babaleka kunye, bakhonkxwe kungabangakho saphetha; bonke abafunyanwa kuwe bakhonkxwa kunye ekubalekeleni kwabo kude.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bonke ookumkani bakho basabile kunye, bakhonkxwa ngabatoli; bonke abafunyanwa kuwe bakhonkxwa kunye ekubalekeleni kwabo kude.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku iindwalutho zenu zasik' umoya; ngenene zibaleke zingakhange zaxhathalaza. Nithinjwe ningalekuzanga noku kukanye; suka nafulathela ningenawo nomkrwelo.