Isaiah 23:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nguyehova wemikosi okucebileyo, ukuba anco̔lise ir̔atshi lenkazimlo yonke, n okuba adelekise bonke abadumileyo bomhlaba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Icetywe nguYehova wemikhosi, ukuba angcolise ubungangamsha bamakhazikhazi onke, ukuba acukuceze bonke abazukileyo behlabathi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova wemikhosi ucinge ukungcolisa ubungangamsha balo lonke uzuko, ukuba acukuceze zonke iingangamsha zehlabathi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
*NguNdikhoyo uSomandla-onke oyicebileyo, khon' ukuze aliphelise ikratshi labo, lutsho ludake udumo lwabaziwayo.