Isaiah 24:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona baya kupakamisa ilizwi labo, baya kucula; ngenxa yobungangamsha bukayehova bodanduluka ngovuyo kwa selwandle.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bona aba baya kuphakamisa ilizwi, bamemelele; baya kutsholoza ngobungangamsha bukaYehova, beselwandle, bathi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ziya kuphakamisa amazwi azo, zivume ubukhulu bukaYehova, ziphakamise izandla zazo elwandle.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abo basindileyo baya kutsholoza bantyiloze; entshona baya kuduma bakhahlele ngenxa yobungangamsha bukaNdikhoyo; bothi: “Bayethe!”