Isaiah 24:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kungoko isiqalekiso sidlayo ilizwe, nabemiyo kulo bamiselwe ityala; kungoko abemi belizwe batshisiwe, nabantu abaseleyo balula.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngenxa yoko lidliwe ihlabathi kukuqalekiswa, bathwele ityala abemiyo kulo; ngenxa yoko baphanzile abemi behlabathi, kwasala abantu abambalwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko ke, isiqalekiso silidlile ilizwe, batshabalale abemi balo; ke ngoko, abemi behlabathi bayatshiswa, kwaye kukho abantu abambalwa abaseleyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke liqalekisiwe ihlabathi, nabemi balo ke libambethe ityala. Ewe, uluntu nalo ke lutsho larhawuka; ngoku liqaqobana kuphela eliseleyo.