Isaiah 25:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waeya kuzolula izandla zake pakati kwawo, njengoko umdadi azolulela ukudada: ner̔atshi lake wolitobela pantsi, kunye namaqinga ezandla zake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Aya kuzaneka izandla zawo emthonyameni wawo, njengokuba indadi izaneka izandla ukuba idade; ke uYehova uya kulithoba ikratshi lawo, kunye nezigcaliselo zezandla zawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Aya kuzolula izandla zawo phezu kwawo, njengokuba indadi izaneka izandla ukuba idade;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Okhweba ngezandla ngathi ayadada; kambe konke kungancedi nto – uThixo wosuka awathobe, lihle elo kratshi lawo.