Isaiah 25:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waeya kutshabalalisa kulentaba ubuso besigqubutelo esigqubutelayo abantu bonke, nesigubungelo esigubungelayo zonke izizwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
aginye kule ntaba umphambili wesigqubuthelo esizigqubutheleyo izizwe zonke, nesigubungelo esizigubungeleyo zonke iintlanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wosichitha ke kule ntaba isigqubuthelo esizigqubutheleyo zonke iintlanga, nesigqubuthelo esizigqubutheleyo iintlanga zonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kule ntaba wolisusa ilifu elimnyama elasoloko ligubungele izizwe.