Isaiah 26:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zifile, azisayi kupila; zibubile, azisayi kuvuka: ngokokuba uzohlwayile wazitshabalalisa, nayo yonke inkunjulwa yazo wayibubisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abafileyo abo abasayi kuba saphila; abangasekhoyo abo abasayi kuba savuka; ngoko ke ubavelele wabatshabalalisa, wakwenza kwadaka konke ukukhunjulwa kwabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abafileyo abo abasayi kuba saphila; bafile, abasayi kuvuka; ngoko ke, wabavelela, wabatshabalalisa, watshabalalisa konke ukukhunjulwa kwabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoku ke bafile, kuphelil' okwabo; ewe, bona soze babuye bavuke. Kaloku wena ubavelele ngentshabalalo; usuke wabaphosa kwelokulibala.