Isaiah 26:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Usandisile isizwe, Yehova! usandisile isizwe; wenzelwe ubungcwalisa; zonke izipelo zelizwe uzifudusele kude.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ulwandisile uhlanga, Yehova, ulwandisile uhlanga;uzizukisile; uzikhwelelisele kude iziphelo zelizwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ubandisile abantu, Yehova, ubandisile abantu; Uzukisiwe; Ubuzise eziphelweni zehlabathi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Usikhulisile isizwe sethu, Ndikhoyo, wayongeza okunene nemida yesizwe. Ngoko ke uzuze isihomo nesithozela.