Isaiah 27:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba isixeko esinqatyisiweyo soba sodwa, soba yintlalo eyekiweyo, eshiyiweyo njengobala; apo itole liya kudla, nalapo liya kulala pantsi, ligqibe amasebe aso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba umzi onqatyisiweyo uwodwa, usisithili esilahliweyo, esishiyiweyo njengentlango. Aya kudla khona amathole, abuthe khona, awadle awagqibe khona amahlamvu aso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke wona umzi onqatyisiweyo uya kuba yintlango, nekhaya laba yintlango; ithole liya kudla khona, liguge, liwadle amasebe awo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Satsho salilolo isixeko esinqatyisiweyo. Mzindini obalekiweyo washiywa, ngoku sowumatwa nentlango. Kulapho adla khona amathole, anqunquda anqunqude acambalale.