Isaiah 27:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba kodwa kuko oya kubambelela emandleni am, uya kulwenza uxolo nam; uxolo uya kulwenza nam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Okanye mababambelele egwibeni lam, baxolelane nam, ewe, baxolelane nam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Makawathabathe amandla am, axolelane nam; wenze uxolo nam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zona iintshaba mazizimele kum, mazizabalazele uxolelaniso; ngenene mazicele uxolo.”