Isaiah 27:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umbetile na njengokumbeta kwowambetayo? ubulewe na njengokubulawa kwababuleweyo bake?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umbethe ngokubetha kwababethi bakhe na? Mhlawumbi ubulewe ngokubulawa kwababulewe nguye na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaba wayembetha na xa wayebetha abo babembetha? Wabulawa na ngokubulawa kwababulewe nguye?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
USirayeli noko yena akohlwaywanga kangako, noko akafaniswanga neentshaba zakhe, akatshatyalaliswanga njengabagwinti bakhe.