Isaiah 27:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngomlinganiso nangomlinganiso, akundululwa, waupika naye: wa m susa ngomoya wake oqwitayo emhleni womoya wasempumalanga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekumaleni wabambana naye, walinganisela, wakha uluhlu, wamgxotha ngomoya wakhe owomeleleyo ngemini yomoya wasempumalanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uneqabane lakho, ukuba lithe labonakala, wolwa nalo; awubambe umoya wakhe ngemini yolophu lwasempumalanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yena wohlwaywe ngokuthinjwa, suka yena wafuduswa ngesaqhwithikazi somoya, njengeso somoya wasempuma.