Isaiah 28:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kuko isiyalo ngesiyalo, isiyalo ngesiyalo; ummiso ngommiso, ummiso ngommiso; intwanantwana apa, intwanantwana paya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba umthetho uza phezu komthetho, umthetho phezu komthetho; ummiselo phezu kommiselo, ummiselo phezu kommiselo;intwana apha, intwana phaya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokokuba umthetho umelwe kukuba ngumthetho phezu komthetho, umthetho ube ngumthetho phezu komthetho; umgca phezu komgca, umgca phezu komgca; incinci apha, kwaye incinci phaya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Khanimbone ukuzimisela kwakhe! Khanimve epitiliza ubugoci-goci; yenjenje, yenjenjeya, nci-nci-nci-nci, yonk' inanana!”