Isaiah 28:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba zonke itafile zizele ngumhlanzo nokunco̔la; akuko ndawo emhlope.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba zonke izithebe zizele ngumhlanzo oyintshontsho; akukho ndawo ingenawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba zonke iitafile zizele ngumhlanzo nomdaka, akukho ndawo ihlambulukileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Iitafile – mh-mh-mh, zibondekile! Zitsho zangamanangalala bobubuyayo; kurhiphilili, akukho nendawo!