Isaiah 28:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uya kufundisa banina ukwazi? uya kuqondisa banina intshumayelo? Abalunyulweyo emasini; abasusiweyo emabeleni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi, Uya kuyala bani na ukuba azi? aqondise bani na udaba? Abalunyulweyo emasini? abancothulweyo ebeleni?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uya kufundisa bani na ukwazi? Ngubani na oya kumqondisa loo mfundiso? abalunyulweyo ebisini, abalunyulweyo ebisini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa bakhalaza bathi: “Ngubani ongafundiswa nguye? Ntshumayeloni yona leyo? Suka! Ifanel' iintsana, yini le! Ilingen' abakhov' ukulunyulwa!