Isaiah 29:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Asi lilo ixeshana elisencinane na, ide i‐Lebanone iguqulwe ibe yintsimi ecu̔mileyo, iti intsimi ecu̔mileyo ibalwe ngokuba lihlati?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Awusemncinane na umzuzwana, ukuze iLebhanon ibuye ibe yintsimi echumayo, intsimi echumayo kuthiwe lihlathi?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Asiloxesha lifutshane na ukuba iLebhanon ibe yintsimi echumayo, nentsimi echumayo igqalwe njengehlathi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku kukho isimbo esithi: “Amahlathi aseLebhanon ojika abe ngumyezo weziqhamo, ke wona umyezo ube ngamahlathi.”