Isaiah 29:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abalulamileyo baya kwandisa uvuyo kuyehova; namahlwempu pakati kwabantu aya kugcoba koyingcwele ka‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abalulamileyo baya kukwandisa ukuvuya ngoYehova, abangamahlwempu eluntwini bagcobe ngoyiNgcwele kaSirayeli;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye abalulamileyo baya kukwandisa ukugcoba kwabo eNkosini, kwaye amahlwempu phakathi kwabantu aya kugcoba ngoyiNgcwele kaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nabo bangazelwe nto uNdikhoyo uya kubavuselela ngolonwabo; abahlelelekileyo boba nemihlali ngoYedwa kaSirayeli.