Isaiah 29:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abo balahlekileyo ngomoya baya kukwazi ukuqonda, nabo beyayo baya kufunda imfundo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baya kukwazi ukuqonda abamoya undwendwayo, bayamkele imfundo abakrokrayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwanemiphefumlo ebhadulayo iya kuqonda, nabo bakhalazayo baya kufunda ukufunda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nabo banxaxhileyo bofumana ingqiqo, nabo bambombozelayo bayamkele ingqeqesho.”