Isaiah 3:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yitshoni kolungileyo ukuti: Kwoba mnandi; ngokuba isixakato sezenzo zabo beya kusidla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yithi kumalungisa, kuya kulunga kuwo; ngokuba isiqhamo sezenzo zawo aya kusidla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yithi kumalungisa, izinto ziya kumhambela kakuhle, ngokuba aya kudla iziqhamo zezenzo zawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke, hayi inyhweba yâbo balungisayo! Bona baya kuxhamla iziqhamo zemisebenzi yabo.