Isaiah 3:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwoba nzima kokohlakeleyo! kwoba kubi; ngokuba umvuzo wezandla zake uya kwenziwa kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yeha ongendawo! Kuya kuba kubi kuye; ngokuba ukuphatha kwezandla zakhe kuya kwenziwa kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yeha, ongendawo! kuya kuba kubi kuye, ngokuba uya kunikwa umvuzo wezandla zakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke kunyembelekile ngakwizikhohlakali, kuba zojikelwa kwazizenzo zazo.