Isaiah 3:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyehova uzimisile ukupika, umi ukugweba abantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Usukile wema uYehova ukuba athethe ityala; umi ukuba agwebe ebantwini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova umi ukuze abalamlele, yaye umi ukuze agwebe uhlanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoku *uNdikhoyo uzimisele ukuxoxa; seleza kugweba iintlanga.