Isaiah 3:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Amadoda ako aya kuwa ngesiṙele, namagoṙa ako ekulweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Amadoda akho aya kuwa likrele, namagorha akho yimfazwe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Amadoda akho aya kuwa likrele, namagorha akho emfazweni;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Okwakungamadoda esixekweni apho, nditsho namagorha la embala, akayi kubuya emfazweni.