Isaiah 3:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kunika abafana babe zinkosi zabo, nabantwana baya kupata pezu kwabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndobanika abathetheli abangabantwana, nabafekethi babalawule;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndobanika oonyana babe ngabathetheli babo, nabantwana babalawule;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo uya kubayekela abantu balawulwe ngamakhwenkwe, amagosa abo abe ngabantu abangenankathalo.