Isaiah 3:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nxa omnye umntu aya kubamba omnye osendlwini kayise, ati: Unengubo; pata wena pezu kwetu; nokukwonakala makube ngapantsi kwesandla sako:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa umntu aya kuthi abambelele kumzalwana wakhe endlwini kayise, athi, Unengubo wena, masiphathwe nguwe, oku kukhahleleka kube sesandleni sakho:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi, xa omnye wamthabathayo umzalwana wakhe endlwini kayise, wathi, Nina ninengubo, sikhonzeni;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, liyeza ixesha apho abendlu enye baya kunyanzelana bathi: “Ngokuba wena unawo nomnweba ngoko ke sikhokele kuwo lo mbodamo.”