Isaiah 30:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngoko lenkohlakalo yoba kuni njengotanda luza kuwa, lupuma ngapandle eludongeni olude, olukuqekezwa kuzayo kamsinyane, ngebaqo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngako oko, obo bugwenxa kuni buya kuba njengendawo ekrazukileyo, ewayo, ezimkayo eludongeni olude, ekuqhekeka kwayo kuza ngesiquphe nangephanyazo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngako oko, obo bungendawo kuni buya kuba njengexesha eliza kuwa, elaphulwa eludongeni olude, oluqhekezwa ngokuqhwanyaza kwalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ngoko ke anikho lityala, nifana nqwa nodonga oluphakamileyo olunenkenkewula yethanda; ewe, sekulindeleke isithonga nanini na.