Isaiah 30:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waeya kuluqekeza njengokuqekezwa kwompanda wababumbi otyumkileyo; akayi kuba nalusizi; kuze kungafunyanwa, ekutyumkeni kwawo, necepe lokutabata umlilo eziko, nokwongula amanzi ecibini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uya kuyiqhekeza njengokuqhekeka komphanda wombumbi, wakuqotywa ungayekwa, kungafumaneki ekuqotyweni kwawo negophe lokuthabatha umlilo eziko, nelokukha amanzi equleni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye uya kuwuqhekeza njengokuqhekezwa kwesitya sombumbi akayi kusinda, ukuze ngokudubula kwakhe kungafunyanwa ilaphu lokubasa umlilo eziko, nokuba kukha amanzi equleni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Losuka lupharhake ngathi yingqayi entlekeke yaba ziingceba ezingenakukha malahle eziko namanzi equleni.”