Isaiah 30:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bonke badanile pezu kwabantu abangebancedeyo; abangengabokusiza nabokunceda, koko bengabokudanisa nabokuhlazisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonke baya kudana ngabantu abangabanyusiyo, abangengabokunceda, nabangengabokunyusa; abangabokudanisa, abangabokuhlazisa kananjalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bonke bephela baneentloni ngabantu abangabancedi nganto, kungekho ncedo naluncedo, kodwa beneentloni, behlazekile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kambe ke wonk' umntu uya kuphoxeka ngenxa yesi sizwe singento yanto, isizwe esingenaluncedo nacebo ngaphandle kwamahlazo namanyondololo.”