Isaiah 31:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ngomhla lowo beya kulahla abanye ngabanye amadalo abo esilivere, namadalo abo egolide, lawo izandla zenu zanenzela abe sisono.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ngaloo mini baya kucekisa elowo izithixo zakhe zesilivere ezingeni, nezegolide ezingeni, ezinenzele zona izandla zenu, ukuba none ngazo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ngaloo mini baya kuyilahla elowo imifanekiso yakhe yesilivere, nemifanekiso yakhe yegolide, ezonisileyo izandla zenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku iyeza imini apho nonke niya kulilahla eli zothe liyile mifanekiso niyiqingqe ngesiliva nangegolide.