Isaiah 32:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa onesisa uyaqinga izinto zobusa, nakuzo izinto zobusa uya kuma yena.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Inene lona liceba izinto zobunene; lona limi ngezinto zobunene.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa ke abantu abakhululekileyo bacinga ngezinto ezinkulu kwaye uya kuma kwizinto zesisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke yena onesidima uneengcingane ezizimasekileyo, nemisebenzi yakhe ingqinelana nento ayiyo.