Isaiah 33:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kaloku ndiya kusuka, utsho uyehova, kaloku ndiya kuzukiswa, kaloku ndozipakamisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kungokunje ndiya kusuka ndime, utsho uYehova; kungokunje ndiya kuphakama; kungokunje ndiya kuzinyusa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kungokunje ndiya kuma, utsho uYehova; ngoku ndiya kuzinyusa; ngoku ndiya kuziphakamisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
*UNdikhoyo uthi: “Ngoku ke ndosuka ndiphakame; niza kububona ubungangamsha bam; ewe kaloku, ndiza kuzimaseka.