Isaiah 33:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo izizwe zoba njeng okutsha kwekalike; njeng eminga egauliweyo, ziya kutshiswa ngomlilo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Izizwe zoba yimitshiso yekalika, zoba yimithi enameva ehlahliweyo, ibaswe umlilo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iintlanga ziya kuba njengekalika etshisiweyo; baya kutshiswa ngomlilo, njengameva ahlahliweyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Izizwe ziya kutshiswa okwamatye ekalika; ziya kufakwa umlilo okwezihlahla zameva.