Isaiah 33:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba uyehova ngumgwebi wetu; uyehova ngumnikamteto wetu; uyehova ngukumkani wetu; nguye oya kusisindisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba umgwebi wethu nguYehova, ummisimthetho wethu nguYehova, ukumkani wethu nguYehova; uya kusisindisa yena.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yokuba uYehova enguMgwebi wethu, uYehova nguMmisi-mthetho wethu, uYehova nguKumkani wethu; yena wosisindisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku umgwebi wethu nguNdikhoyo; ewe, uNdikhoyo yena uyasilawula. Ikumkani yethu nguNdikhoyo; nguye oya kusisindisa.