Isaiah 33:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akusayi kutiwa ngomiyo kona: Ndiyafa; abantu abahleli kuyo boxolelwa inkohlakalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akayi kuthi ummi wakhona, Ndiyafa; abantu abahleliyo khona babuxolelwe ubugwenxa babo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akanako ummi wakhona ukuthi, Ndiyafa; abantu abahlala khona bobuxolelwe ubugwenxa babo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
EZiyon akusayi kubakho ugulayo; zonke izono zabemi bayo ziya kuxolelwa.