Isaiah 33:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ilizwe liyalila, liyacubuka; i‐Lebanone idanile, iyabuna; i‐Sharone injengobala; i‐Bashane ne‐Karamele ziyavutulula amagqabi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ilizwe lenza isijwili, lintshwenyile; ineentloni iLebhanon, ishwabene; iSharon isuke yaba njengenkqantosi; ivuthulula amagqabi iBhashan neKarmele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ihlabathi lithe thaa, lilusizi, iLebhanon ineentloni, ishwabene; iSharon isuke yaba njengenkqantosi; neBhashana neKarmele zibutha iziqhamo zazo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umhlaba ulele, ngamafusi nje, amahlathi aseLebhanon atshazile; ngoku iSharon ifana nentili yasentlango, imithi ibunile eBhashan naseKarmele.