Isaiah 34:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abahlatyiweyo bazo baya kulahlwa, nezidumbu zabo kuya kunyuka ukunuka kwazo; ziti intaba zinyibilike ngegazi labo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baya kulahlwa ababuleweyo bazo, nezidumbu zabo kunyuke ukunuka kwazo, kunyibilike iintaba ligazi lazo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ababuleweyo baya kungcwatywa, kunyuke ukunuka kwabo ezidumbini zabo, zigutyungelwe iintaba ligazi labo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Izidumbu aziyi kungcwatywa; zothi xakalala ziqungquluze – mh-mh-mh! Iintaba zonyepha ligazi labo.