Isaiah 35:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akuyi kubako ingonyama kona; kanjalo iṙamncwa eliqwengayo aliyi kunyuka pezu kwayo; alisayi kufunyanwa kona: kodwa abakululweyo baya kuhamba ngayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akuyi kubakho ngonyama khona, aliyi kuqabela khona irhamncwa eliqwengayo; aliyi kufunyanwa khona; kuya kuhamba khona abakhululwe ngokuhlawulelwa;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akuyi kubakho ngonyama khona, aliyi kuphuma rhamncwa khona, aliyi kufunyanwa khona; ke abakhululwa ngokuhlawulelwa baya kuhamba khona;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuyo soze kubekho ngonyama, ingasoze ihanjwe narhamncwa; kuphela ngabakhululwe nguNdikhoyo abaya kudakasa kuloo ndlela.